Samuel Edward Krune Mqhayi

 

USamuel Edward Krune Mqhayi ( SEK Mqhayi, 1 kweyoMnga 1875 – 29 kweyeKhala 1945 ) wayengumbhali wemidlalo yeqonga yesiXhosa, umbhali wezincoko, umhlalutyi, umbhali weencwadi zengxelo, umbhali wembali ngabaNtsundu, umguquleli wolwimi, utitshala kunye nembongi omisebenzi yakhe ethathwa njengesiXhobo sokubeka emgangathweni igrama yesiXhosa nokugcinwa kolwimi lwesiXhosa. ngenkulungwane yama-20. [1]

  1. "S E K Mqhayi: Piercing Curtains of Modernity" The Journalist retrieved 1 August 2017 

Developed by StudentB